Uisaya 22:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena uzeleyo kukungxola, wena mzi uxokozelayo, wena nqaba ivuyelelayo; ababuleweyo bakho ababulawanga likrele, abafanga yimfazwe.

Uisaya 22

Uisaya 22:1-12