Uisaya 21:11-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Isihlabo esisingisele kothe cwaka.Omemeza kum ekwelakwaSehire, uthi, Mlindi, kuxa liphi na ebusuku? mlindi, kuxa liphi na ebusuku?

12. Uthi umlindi, Kuyeza ukusa, kwanobusuku. Ukuba niyabuza, buzani; buyani, yizani.

13. Isihlabo esisingisele kwelaseArabhi.KwelaseArabhi niya kulalisa emxawukeni, nina mikhoko yamaDedan.

Uisaya 21