Uisaya 20:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

bathi ke abemi bolo nxweme ngaloo mini, Yabonani, inje inqolonci yethu, esasabela kuyo ukuba sincedwe, sihlangulwe kukumkani waseAsiriya; singáthini na ke ukusínda thina?

Uisaya 20

Uisaya 20:3-6