Uisaya 14:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akuyi kubandakanywa nabo engcwabeni, ngokokuba walonakalisayo ilizwe lakho, wababulala abantu bakho; ayiyi kuba nagama naphakade imbewu yabenzi bobubi.

Uisaya 14

Uisaya 14:16-26