Uisaya 14:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ke wena ulahlelwe kude nengcwaba lakho, njengegatya elilisikizi; wambethe ababuleweyo, abahlatywe ngekrele, abahle baya ematyeni omhadi; njengesidumbu esinyashwe ngeenyawo.

Uisaya 14

Uisaya 14:13-27