Uisaya 14:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ziya kuwathabatha izizwe, ziwazise endaweni yawo; bazifuye zona abendlu kaSirayeli emhlabeni kaYehova, zibe ngamakhoboka namakhobokazana, babe ngabathimbi babathimbi babo, babe nobukhosi kubaqhubi babo.

Uisaya 14

Uisaya 14:1-10