Uisaya 14:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba uYehova uya kuba nemfesane kuYakobi, abuye awanyule amaSirayeli, awahlalise emhlabeni wakowawo, bathelele kuwo abasemzini, bahlomele endlwini kaYakobi.

Uisaya 14

Uisaya 14:1-2