Uisaya 12:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùya kuthi wena ngaloo mini, Ndiyabulela kuwe, Yehova, ngokokuba ubundiqumbele, waza wabuya umsindo wakho, wandithuthuzela wena.

Uisaya 12

Uisaya 12:1-6