Uisaya 11:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kubakho umendo wamasalela abantu bakhe, abaya kusala eAsiriya, njengoko kwaba njalo kumaSirayeli, mini anyuka ephuma ezweni leYiputa.

Uisaya 11

Uisaya 11:14-16