Uhoseya 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ndinjengengonyama kwaEfrayim, ndinjengengonyama entsha kwindlu kaYuda mna; mna ndiyaqwenga ndimke, ndithimbe, kungabikho mhlanguli.

Uhoseya 5

Uhoseya 5:5-15