Uhoseya 5:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa wasibonayo uEfrayim isifo sakhe, uYuda walibona inxeba lakhe; uEfrayim wesuka waya eAsiriya, wathumela kukumkani uYarebhi.* Akaba nako ukuniphilisa, akaba nako ukuninceda kwinxeba lenu.

Uhoseya 5

Uhoseya 5:6-15