Uhoseya 14:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAsiriya akayi kusisindisa, asiyi kukhwela emahasheni, asiyi kuba sathi kumsebenzi wezandla zethu, Thixo wethu; kuba kuwe inkedama ifumana imfesane.

Uhoseya 14

Uhoseya 14:1-5