Uhoseya 13:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanti mna ndinguYehova uThixo wakho, kwasezweni laseYiputa; akuyi kwazi thixo ungendim; akukho namnye umsindisi ngaphandle kwam.

Uhoseya 13

Uhoseya 13:1-13