Uhoseya 13:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko baya kuba njengelifu lomso, nanjengombethe ophela kwakusasa, njengomququ ophetshethwa sisaqhwithi esandéni, nanjengomsi ophuma ngekroba.

Uhoseya 13

Uhoseya 13:1-7