Uhezekile 48:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngecala langasezantsi, umlinganiso yoba ngamawaka amané anamakhulu amahlanu; amasango ke mathathu: ibe lisango likaSimon elinye, ibe lisango likaIsakare elinye, ibe lisango likaZebhulon elinye.

Uhezekile 48

Uhezekile 48:27-35