Uhezekile 48:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngecala lasempumalanga yoba ngamawaka amané anamakhulu amahlanu eengcongolo; amasango ke mathathu: ibe lisango likaYosefu elinye, ibe lisango likaBhenjamin elinye, ibe lisango likaDan elinye.

Uhezekile 48

Uhezekile 48:25-35