Uhezekile 43:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Imbonakalo ke endayibonayo, ukubonakala kwayo, yayinjengembonakalo leya, ndayibonayo ukuya kuwonakalisa kwam umzi; kwakukho neembonakalo ezinjengeembonakalo endazibonayo emlanjeni oyiKebhare; ndawa ke ngobuso.

Uhezekile 43

Uhezekile 43:1-11