Uhezekile 41:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaye kwenziwe kuzo, kwiingcango ezo zetempile, iikerubhi namasundu, kunjengoko bekwenziwe ngako ezindongeni. Kwaye kukho isinyuko somthi phambi kwevaranda ngaphandle.

Uhezekile 41

Uhezekile 41:18-26