Uhezekile 40:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathetha nam loo mntu, wathi, Nyana womntu, khangela ngamehlo akho, uve ngeendlebe zakho, ugqale ngentliziyo yakho zonke izinto endikubonisa zona; ngokuba uziswé apha ukuze uboniswe. Xelela indlu kaSirayeli konke okubonayo.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:1-11