Uhezekile 40:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

namagumbi okulinda amathathu ngapha, amathathu nangapha, neentsika zalo, neengqameko zalo. Laba ngangomlinganiso wesango lokuqala; baziikubhite ezimashumi mahlanu ubude balo, nobubanzi balo baziikubhite ezimashumi mabini anantlanu.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:19-25