Uhezekile 33:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kulenza kube senkangala yakwankangala ilizwe, liphele iqhayiya lamandla alo, zibe senkangala iintaba zakwaSirayeli, kungacandi bani kuzo;

Uhezekile 33

Uhezekile 33:19-33