Ndiya kuphindezela kwaEdom ngesandla sabantu bam amaSirayeli, benzè kwaEdom ngokomsindo wam nangokobushushu bam; bakwazi ke ukuphindezela kwam; itsho iNkosi uYehova.