Uhezekile 19:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waba namasebe aqinileyo okuba ziintonga zabalawuli. Ubude bawo baphakama baphezulu, phakathi kweengqimba zamafu; wabonakala ekuphakameni kwawo ngobuninzi bamasebe awo.

Uhezekile 19

Uhezekile 19:6-14