Uhezekile 19:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Unyoko ubenjengomdiliya, otyelwe ngasemanzini, ekuphumleni kwakho, waqhama, wanamasebe amaninzi ngenxa yamanzi amaninzi.

Uhezekile 19

Uhezekile 19:1-14