Uhezekile 16:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akubangakho liso linenceba kuwe, ukuze wenzelwe noko inye kwezo zinto, ngokuba nofefe kuwe; walahlelwa endle ngokucatshukelwa kwakho ngemini yokuzalwa kwakho.

Uhezekile 16

Uhezekile 16:1-7