Uhezekile 16:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuzalwa kwakho ke, ngemini yokuzalwa kwakho ayinqunyulwanga imfesane yakho, akuhlanjwanga ngamanzi ukuba usuleke, akuhlikihlwanga ngatyuwa, akusongelwanga zisongelweni.

Uhezekile 16

Uhezekile 16:1-13