Uhezekile 16:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena okwakho ukuhenyuza kuthe kwaphambana nokwamankazana, ngokuthi ingabi nguwe olandelwayo ekuhenyuzeni; ngokuthi urhole wena umvuzo wobuhenyu, ungàrholelwa umvuzo wobuhenyu; waba ngophambileyo ke.

Uhezekile 16

Uhezekile 16:24-44