Uhezekile 16:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Onke amahenyukazi bawanika izipho; ke wena wazinika zonke izithandane zakho izipho zakho, wazicenga ukuze zize kuwe ngeenxa zonke ekuhenyuzeni kwakho.

Uhezekile 16

Uhezekile 16:27-41