Uhezekile 15:7-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Ndiya kubachasa; baya kuphuma emlilweni, umlilo uya kubatshisa; názi ukuba ndinguYehova ekubachaseni kwam.

8. Ndiya kwenza elizweni kube senkangala, ngenxa yokuba bemenezile ngobumenemene; itsho iNkosi uYehova.

Uhezekile 15