Ndabona, nanko, phezu kwesibhakabhaka esibe siphezu kwentloko yeekerubhi,* kunjengelitye lesafire,* kubonakala ngathi ngumfanekiso wetrone; wabonakala phezu kwazo uYehova.