Uezra 9:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndahlanganisela kum bonke abagubha ngamazwi kaThixo kaSirayeli ngenxa yobumenemene babafuduswáyo; ndahlala phantsi ndimangalisiwe, kwada kwalilixa lomnikelo wokudla wangokuhlwa.

Uezra 9

Uezra 9:1-11