Uezra 9:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndathi ndakuliva elo lizwi, ndazikrazula iingubo zam, kwaneyokwaleka, ndazidlathula iinwele zam neendevu, ndahlala phantsi ndimangalisiwe.

Uezra 9

Uezra 9:1-9