Uezra 2:65 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngaphandle kwezicaka zabo ezi, nezicakakazi zabo ezi, zingamawaka asixhenxe, anamakhulu amathathu, anamanci mathathu anesixhenxe; zineemvumi neemvumikazi ezingamakhulu amabini.

Uezra 2

Uezra 2:59-70