Uezra 2:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Oonyana bakaShefatiya ibingamakhulu amathathu,

5. anamanci asixhenxe anababini. Oonyana baka-Ara ibingamakhulu asixhenxe, anamanci asixhenxe anabahlanu.

6. Oonyana bakaPahati wakwaMowabhi, koonyana bakaYeshuwa noYowabhi, ibingamawaka amabini anamakhulu asibhozo, aneshumi elinye elinababini.

Uezra 2