Uezra 2:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana bakaPahati wakwaMowabhi, koonyana bakaYeshuwa noYowabhi, ibingamawaka amabini anamakhulu asibhozo, aneshumi elinye elinababini.

Uezra 2

Uezra 2:1-9