Udaniyeli 8:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndabona embonweni, kwathi, ekuboneni kwam, ndaba ndiseShushan komkhulu, esezweni lakwaElam; ndabona embonweni, ndangasemlanjeni oyiUlayi.

Udaniyeli 8

Udaniyeli 8:1-4