Udaniyeli 8:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wesithathu wokulawula kukaBheleshatsare ukumkani, kwabonakala kum, mna Daniyeli, umbono emva kwalowa wabonakalayo kum matanci.

Udaniyeli 8

Udaniyeli 8:1-6