Udaniyeli 7:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wanikwa igunya, nobuhandiba, nobukumkani, ukuze zonke iintlanga, nezizwe, neelwimi, zimbuse; igunya lakhe ligunya elingunaphakade, elingapheliyo; ubukumkani bakhe bobungayi konakaliswa.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:9-15