Udaniyeli 7:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndabona emibonweni yasebusuku: nanko kusiza, ngamafu ezulu, onjengonyana womntu, wafika kuNyangelemihla, wasondezwa phambi kwakhe.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:4-18