Udaniyeli 7:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndabona; ndaza ngenxa yesandi samazwi amakhulu kakhulu olwawathethayo uphondo, ndabona, lada labulawa irhamncwa, wabhujiswa umzimba walo, wanikelwa emlilweni úvutha.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:10-19