Udaniyeli 7:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaphuma umlambo womlilo phambi kwakhe, amawaka amawaka ayelungiselela kuye, nezigidi zezigidi bezimisa phambi kwakhe; abagwebi bahlala phantsi, iincwadi zavulwa.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:5-13