Udaniyeli 7:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wokuqala kaBheleshatsare ukumkani waseBhabheli, uDaniyeli wabona iphupha nemibono yentloko yakhe esililini sakhe. Waza walibhala iphupha, waxela isimbuku sezo zinto.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:1-7