Udaniyeli 6:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza ukumkani, akuweva loo mazwi, weva kakubi kakhulu ngayo loo nto. Wamnyamekela uDaniyeli ukuba amsindise, wazama ukuba amhlangule, lada latshona ilanga.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:4-22