Udaniyeli 6:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aza aphendula athi phambi kokumkani, UDaniyeli, ongowakoonyana abathinjiweyo bakwaYuda, akakhathali nguwe, kumkani, nasesi salelo usibhalileyo; ke uthandaza umthandazo wakhe kathathu ngemini.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:12-18