Udaniyeli 4:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamncoma, ndimphakamisa, ndimbeka uKumkani wamazulu; ngokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso, neendlela zakhe zisesikweni; nangokuba enako ukubathoba abahamba beqhankqalazile.

Udaniyeli 4

Udaniyeli 4:34-37