Udaniyeli 4:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaoko ukwazi kwam kwabuyela kwakum; nangenxa yobuhandiba bobukumkani bam, ubungangamsha bam nokutyatyamba kwam kwabuyela kwakum. Àndifuna amaphakathi am nezikhulu zam; ndabuyiselwa ebukumkanini bam, ndongezwa ubukhulu obuncamisileyo.

Udaniyeli 4

Udaniyeli 4:28-37