Udaniyeli 4:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Imibono ke yentloko yam esililini sam nantsi: Ndabona, nango umthi usesazulwini sehlabathi; ukuphakama kwawo bekukukhulu.

Udaniyeli 4

Udaniyeli 4:1-13