Udaniyeli 3:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula wathi, Khangelani, ndibona amadoda amané, ekhululekile, ehamba phakathi komlilo, engènzakele; ukubonakala kweyesiné ke kufana nonyana woothixo.

Udaniyeli 3

Udaniyeli 3:20-30