Udaniyeli 2:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ukumkani, wathi kumaKaledi, Ilizwi lam malazeke; ukuba anithanga nindazise iphupha elo, nokutyhilwa kwalo, niya kwenziwa iziqwenga, izindlu zenu zenziwe indawo ekuyiwa kuyo endle.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:1-13