Udaniyeli 2:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

AmaKaledi athetha ke kukumkani ngesiAram, athi, Kumkani, yidla ubomi ngonaphakade! Bálawulele abakhonzi bakho iphupha elo; sokuxelela ukutyhilwa kwalo.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:1-10